Wandenzanina
de Bongeziwe Mabandla
Phambi kwabantu bonke
Mina ndiyafunga
Uba bom' endibuphila
Ndibushiya emva
Lemini isisi'phawulo
Mna ndiyazazisa
Andisenguye mna lo ndandinguye
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo
Zobomi bam zobomi bam
Zobomi bam, zobomi bam
Nhliziyo yami yonke
Ndiyibeka phambi kwakho
Andisenawo
Wona amandla
Ndincede bawo
Uzundamukele
Uyikhombe indlela
Ukuze ndihambe
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo
Zobomi bam zobomi bam
Zobomi bam zobomi bam
Izwe lingangijekela
Bantu bangiflathele
Mna andijiki ndoku
Ndokulandela
Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo
Zobomi bam zobomi bam
Zobomi bam zobomi bam
Más canciones de Bongeziwe Mabandla
-
Ndibuyile
Mangaliso
-
jikeleza
iimini
-
Philakanzima
Mangaliso
-
Ngawe Mama
Umlilo
-
Intro
Mangaliso
-
Yini
Mangaliso
-
Zunganikezeli
Mangaliso
-
zange
iimini
-
sisahleleleni (ii)
amaXesha
-
zange
zange (Radio Edit)
-
mini esadibana ngayo (#001)
iimini
-
masiziyekelele (14.11.16)
iimini
-
salanabani (13.8.18)
iimini
-
ndanele
iimini
-
(9.2.17)
iimini
-
khangela
iimini
-
ukwahlukana (#027)
iimini
-
bambelela kum (4.6.18)
iimini
-
isiphelo (#untitled)
iimini
-
ndiyakuthanda (12.4.19)
iimini